AmaSirayeli asuka ke alwa noMosis, athi: “Sinxaniwe; siphe amanzi!”UMosis wathi kuwo: “Kutheni nisilwa nam nje? Nimlingelani uNdikhoyo?”