UMiriyam ke wahlabela ingoma wenjenje:“Hoyina! Memelelani nitsholoze!UNdikhoyo woyise wada watshatshela!Ihashe ngokunjalo nophezu kwaloulintywilisele phakath' elwandle.”