Waza ke yena uBhalam wathetha la mazwi andilisekileyo, wenjenje:“Hoyina ke, Bhalaki, khawubaz' iindlebe;khawundiphulaphule, nyana kaZipore!