Wabuyela kwakuBhalaki ke, waza wamfumana esemi ngakwelo dini litshiswayo ndawonye neenkokheli zamaMowabhi.UBhalaki ke wambuza wathi: “Utheni uNdikhoyo?”