Mawoo! Lixubayele kuwe, Mowabhi!Banquli bakaKemoshe, aphelil' amahlathi!Kalok' ubayekil' oonyana bakhe baziimbacu,iintombi zangamaxhoba kaSihon, ukumkani wama-Amori.