Andithi na kanene kwalapha kuwe, sixekondini Heshbhon,yayisakuphum' imikhosi kaSihon, ilenya njengomlilo?Yadangazela yaleny' isixekw' iAra kwaMowabhi,yazitshayel' iinduli ezingunozala weAnoni.