“Kwicala langasentla kuya kuma abembasa yendlu kaDan ngokwemizi yabo, bephantsi kweenkulu zabo, ngolu hlobo: Indlu Inkulu Inani AbakwaDan uAhizere ka-Amishadayi 62 700 Abakwa-Ashere uPagiyeli kaOkran 41 500 AbakwaNafetali uAhira kaEnan 53 400 Bebonke: 157 600 Kolu ludwe ke bona abakwaDan baya kuba ngumsila.”