Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyasentlango 2:18-24 Ibhayibhile (XHO96)

“Kwicala lasentshona kuya kuma abembasa yendlu kaEfrayim ngokwemizi yabo, bephantsi kweenkulu zabo, ngolu hlobo: Indlu Inkulu Inani AbakwaEfrayim uElishama ka-Amihudi 40 500 AbakwaManase uGamaliyeli kaPedazure 32 200 AbakwaBhenjamin uAbhidan kaGidiyoni 35 400 Bebonke: 108 100 Kolo ludwe ke abakwaEfrayim boba ngabesithathu.

funda isahluko epheleleyo Eyasentlango 2

imbono Eyasentlango 2:18-24 kwimeko