Ukumkani wakwa-Aram ke wathi: “Hambani niye kumjonga apho akhoyo, ukuze ndithumele amadoda aye kumbamba.”Ke ilizwi labuya lisithi: “Nanko eDotan.”