Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yookumkani 6:12 Ibhayibhile (XHO96)

Elinye ke laphendula lathi: “Mhlekazi, akukho mntu ungakumaSirayeli apha kuthi; into ekhoyo kukuba uElisha, umshumayeli wakwaSirayeli, wazi namazwi owathethe egumbini lakho lokulala, aze kananjalo awaxelele ukumkani wakwaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yookumkani 6

imbono 2 Yookumkani 6:12 kwimeko