“Ndikhoyo, Thixo wam, phakama,uze endaweni yakho yokuphumla,wena netyesi yobungangamsha bakho.Ewe, Ndikhoyo, Thixo wam,ababingeleli bakho ngamana bangavatha ezosindiso,ithi nemilowo yakwakho yonwatyiswe kukulunga kwakho!