Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 6:40-42 Ibhayibhile (XHO96)

40. “Nakalokunje, Thixo wam, ngamana wena ungawavula amehlo akho, uyibazele iindlebe imithandazo eyenziwa kule ndawo.

41. “Ndikhoyo, Thixo wam, phakama,uze endaweni yakho yokuphumla,wena netyesi yobungangamsha bakho.Ewe, Ndikhoyo, Thixo wam,ababingeleli bakho ngamana bangavatha ezosindiso,ithi nemilowo yakwakho yonwatyiswe kukulunga kwakho!

42. Ewe, Ndikhoyo, Thixo wam,uze ungambukuli umthanjiswa wakho;uze ukhumbule ezo zibele wazithembisa uDavide isicaka sakho.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6