Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 6:16 Ibhayibhile (XHO96)

“Nangoku ke, Ndikhoyo, Thixo kaSirayeli, isicaka sakho uDavide ubawo khawumgcinele ezo zithembiso wamenzela zona usithi: ‘Akusoze ungabi nayo indoda yokuchopha phambi kwam kwisihlalo sokulawula sakwaSirayeli, ukuba kodwa oonyana bakho bathe bakunyamekela ngandlela zonke ukuhamba phambi kwam ngokomthetho wam njengawe lo.’

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 6

imbono 2 Yeziganeko 6:16 kwimeko