Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Yeziganeko 34:21 Ibhayibhile (XHO96)

“Hambani niye kubuzisa kuNdikhoyo malunga nam namasalela kaSirayeli noJuda, malunga noko kubhaliweyo kule ncwadi ivelileyo. Ayinganganto ingqumbo kaNdikhoyo ayiphokozele phezu kwethu, kuba oobawo abawathobelanga amazwi kaNdikhoyo, abaziphathanga ngokwala mazwi abhalwe kule ncwadi.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 34

imbono 2 Yeziganeko 34:21 kwimeko