Ayemaninzi amadini atshiswayo, ngokunjalo namanqatha edini lobudlelwana, nedini elithululwayo elalikhapha loo madini atshiswayo.Ngaloo ndlela ke kwabuyiselwa ukusetyenziswa kwendlu kaNdikhoyo.