Ukumkani wathi kumKushe: “Yena umfana uAbhasalom usindile phofu?”UmKushe wathi: “Mhlekazi, bendinga into emhleleyo unyana wakho ibinga ingenzeka kuzo zonke iintshaba zakho, nakwabo bakuvukelayo.”