Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba niyasukela, noyifumana ingekanyuki phaya kulaa nduli ukuya kutya. Akusayi kutya bani ingekafiki yona. Kaloku kufuneka idini lisikelelwe yiyo kuqala, bandule abamenyiweyo ukutya. Sukelani ke, ningaphozisi maseko; noyifumana.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 9

imbono 1 Kasamweli 9:13 kwimeko