Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 26:12 Ibhayibhile (XHO96)

Bawuthatha ke loo mkhonto naloo ngqayi zazisentla koSawule, bemka nazo ooDavide noAbhishayi. Akukho bani owababonayo, nabani owakuvayo okwakuqhubeka, nabani owaphaphamayo; bonke babelel' obentlombe, kuba kaloku uNdikhoyo wabahlisela obunzulu obu ubuthongo xa bebonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 26

imbono 1 Kasamweli 26:12 kwimeko