Ngenxa kaNdikhoyo mna mandingaze ndimse isandla umthanjiswa kaNdikhoyo. Thatha laa mkhonto wakhe, nalaa ngqayi yakhe yamanzi ingasentlokweni yakhe, sihambe.”