Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 20:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wafunga uDavide, wathi: “Kaloku uyihlo uyazi kakuhle ukuba undithanda kakhulu, waza ke wayifihla le nto kuwe yokuceba ukundibulala, esithi: ‘UJonatan makangakwazi oku, kuba woba buhlungu.’ Kodwa ndithi kuwe, ekho nje *uNdikhoyo, nawe ukho nje, lona ingcwaba sendilikrobile!”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 20

imbono 1 Kasamweli 20:3 kwimeko