Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 18:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wacamanga wathi: “Heke! UMikali ndiza kumendisela kuDavide. Ndiza kumbambisa ngaye uDavide lo, aze abulawe ngamaFilistiya.” Ke uSawule wathi kuDavide: “Nali ithuba lakho lesibini lokuba ngumkhwenyana wam.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:21 kwimeko