Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 10:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSamweli wabachazela ngemigaqo yobukumkani, wayibhala encwadini, waza wayibeka phambi kukaNdikhoyo. Wabandulula ke bonke, bagoduka.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:25 kwimeko