Baza babuza kuNdikhoyo bathi: “Ngaba selefikile na?”UNdikhoyo wathi: “Ewe, nankuya ezimele phaya emva kwemithwalo.”