Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 10:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waza uSamweli wasondeza isizwe sakwaBhenjamin ngokweziduko zaso, kwaza kwatyunjwa indlu kaMatri, kuyo kwatyunjwa uSawule unyana kaKishe. Bamkhangela kodwa ababi nakumfumana.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:21 kwimeko