Ndeva elinye izwi liphuma emazulwini lisithi:Phumani kuyo, bantu bam,Ukuze ningadlelani nayo ngezono zayo,Nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.