Ngokuba zonke iintlanga zisele kuyo iwayini yomsindo wobuhenyu bayo,Nookumkani bomhlaba bahenyuza nayo,Nabarhwebi bomhlaba baba zizityebi, ngamandla okuxhamla kwabo iziyolo zayo.