Utsho uYehova ukuthi, Ngenxa yezikreqo ezithathu zeTire, ngenxa yeziné — andiyi kuyibuyisa umva le nto — ngenxa yokubanikela kwabo abathinjwa bephelele kuEdom, àbawukhumbula umnqophiso wobuzalwana: