Ndithe ndisandula ukudlula kancinane kubo,Ndamfumana lowo uthandwayo ngumphefumlo wam;Ndambamba, andamyeka,Ndada ndamzisa endlwini kama,Engontsini yowandikhawulayo.