Ngokuba imini enye ezintendelezweni zakho ilungile kunewaka;Ndinyulé ukuba semnyango endlwini kaThixo wam,Kunokuhlala ngaphakathi kweentente zokungendawo.