Ke thina bantu bakho, zimvu zalúswa nguwe,Siya kubulela kuwe ngonaphakade,Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.