Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 79:10-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Yini na ukuba iintlanga zithi kuthi, Uphi na uThixo wabo?Makwazeke ezintlangeni, emehlweni ethu,Ukuphindezelwa kwegazi labakhonzi bakho eliphalaziweyo.

11. Makuze phambi kwakho ukugcuma kwamakhonkxwa;Ngokobukhulu bengalo yakho básalise oonyana bokufa.

12. Yibuyisele kubamelwane bethu kasixhenxe esondweni lengubo yaboIngcikivo yabo, abakungcikive ngayo, Nkosi.

13. Ke thina bantu bakho, zimvu zalúswa nguwe,Siya kubulela kuwe ngonaphakade,Sibalise ngendumiso yakho kwizizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 79