Yithini kuThixo, Hayi, ukoyikeka kwemisebenzi yakho!Ngenxa yobuninzi bamandla akho ziya kuhanahanisa kuwe iintshaba zakho.