Yabona, ùyenzé imihla yam yangangobubanzi besandla;Nobomi bam bunjengento engento phambi kwakho;Ngumphunga nje bonke abantu, nakuba bemi. (Phakamisani.)