Ndathi, Ndiya kuzigcina iindlela zam,Ndingoni ngolwimi lwam;Ndiya kuwugcina ngokuwubopha umlomo wam,Xa ongendawo asephambi kwam.