Ùya kubenza babe njengeziko lomlilo, wakubonakala.UYehova uya kubaginya ngomsindo wakhe,Nomlilo ubadle.