Waphinda wazala umninawa wakhe, uAbheli;* uAbheli waba ngumalusi wezimvu, uKayin waba ngumsebenzi womhlaba.