Ngamana uThixo wakunika kuwo umbethe wezulu,Nakuko ukuchuma komhlaba,Nentabalala yengqolowa, newayini entsha;