Wasondela, wamanga; waliva ivumba leengubo zakhe, wamsikelela wathi,Yabona, ivumba lonyana wam linjengevumba lelizwe elisikelelwe nguYehova.