UYehova wawuguqula umoya, waba ngowasentshonalanga onamandla kunene, wazithwala iinkumbi, wazidiba eLwandle oluBomvu;* akwasala nanye inkumbi, emideni yonke yaseYiputa.