Xa uthe wangena engqoloweni yommelwane wakho, engekavunwa, wokha izikhwebu ngesandla sakho; ungàfaki rhengqa engqoloweni yommelwane wakho engekavunwa.