Xa uthe wangena esidiliyeni sommelwane wakho, ungáyidla idiliya uzifikisele, uhluthe, kodwa ungagaleli esityeni sakho.