USawule noYonatan babeziinzwana, bethandeka ekudleni kwabo ubomi,Nasekufeni kwabo abahlukananga.Babenamendu ngaphezu kwamaxhalanga,Babenamandla ngaphezu kweengonyama.