Kwathi bakubona abathetheli beenqwelo zokulwa, ukuba àsingukumkani wakwaSirayeli, babuya ekumsukeleni.