Iinkonde zomashumi omabini nane, nezilwanyana zozine, zathi qubudu zinqula uThixo osesihlalweni sobukhosi, zathi: “Ewe, kunjalo! Huntshu!”