Kwavakala ilizwi livela esihlalweni sobukhosi, lisithi: “Mbongeni uThixo wethu, nonke nina zicaka zakhe, nonke nina bamhlonelayo, baphakamileyo nabaphantsi!”