“Kunyaka ngamnye siya kuluzisa ulibo lwemveliso yamasimi ndawonye nesiqhamo somthi ngamnye endlwini kaNdikhoyo.