ke mna andiziva ngehobe lam,yena cikizwa wam onguye qwaba!Nguyedwazana kanina,yena ngumathandwa walowo umzeleyo.Zonk' iintombi ziyamdumisa zakumbona;unconywa ngamakhosikazi namaqadi.