Khanive, sisithandwa sam eso!Awu, naso ke sisiza:siza siqakatha ezintabeni;siyatsiba-tsiba ezindulini phaya.