Kaloku ndimonile uNdikhoyo.Ngoko ke ndoyithwala ingqumbo yakhe,ade ke abuye andithethelele,abuye andilungisele.Yena wondibeka ekukhanyeni,nditsho ndibubone ubulungisa bakhe.