Nina zintshaba, sanukundivuyelela.Nakuba ndiwile nje ndobuya ndivuke.Ndingade ndibe ngathi ndisebumnyamenikodwa yena *uNdikhoyo kukukhanya kwam.